Umntu omnyama wafundiswa ukuba ukuze ube ufundile thetha isiNgesi naye ke wenza njalo<ubuqaba lulwimi lwakhe kuye>@UnathiKondile: Qha ulikhuni mdaka. Ulikhuni ukufa. Umzekelo okufutshane ngalomba ngamabhulu. Amabhulu azikhulula ngesiBhulu nomanyano ngesiBhulu. Qha.